Faces of the RU120 legacy: Dr Noxolo Grootboom lends her voice in support

[MAKHANDA] As Rhodes University continues the year-long celebration of its 120th anniversary (affectionately referred to as RU120), one of the university’s revered Honorary Doctorate recipients, former SABC newsreader and cultural icon Dr Noxolo Grootboom, has lent her voice to the campaign’s success – literally. Following the successful release of RU120 advertisements on radio, television, billboards, and […]

Oonozakuzaku bephulo le-RU120: UGqirhalwazi uNoxolo Grootboom unika inkxaso ngelizwi lakhe

Njengoko iYunivesithi iRhodes iqhuba umbhiyozo wayo weminyaka engama-120 (obizwa ngokuba yi-RU120), omnye umamkeli wesidanga sokunika imbeko sobuGqirhalwazi  kule Yunivesithi, nowayesakuba ngumfundi weendaba ku-SABC nolitshantliziyo kwezenkcubeko uGqirhalwazi uNoxolo Grootboom, uvakalise ilizwi lakhe kwimpumelelo yeli phulo. Emva kokupapashwa kwezibhengezo ze-RU120 ezithe zayimpumelelo koonomathotholo, oomabonakude, kwiibhodi zezaziso (billboards) kunye nemiqondiso kwisititshi seGautrain nezinye, ilizwi likaGqirhalwazi uGrootboom liza kuvakala […]

Rhodes University Chamber Choir announces RU120 tour dates

This year marks the bidecacentennial celebration of Rhodes University, celebrated through the year-long RU120 campaign. The RUCC is, therefore, heeding the clarion call that the university needs to use every opportunity it has to strengthen its ties with broader societal structures. The RUCC tour to the Western Cape will be focused on giving back through […]